У нас вы можете посмотреть бесплатно UNandi Nyembe uthi kunzima ukufumana imisebenzi kwicandelo lezolonwabo или скачать в максимальном доступном качестве, видео которое было загружено на ютуб. Для загрузки выберите вариант из формы ниже:
Если кнопки скачивания не
загрузились
НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием видео, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу
страницы.
Спасибо за использование сервиса ClipSaver.ru
Igqala lemidlalo kamabonakude neyeqonga umama uNandi Nyembe uthi bengabantu abadala kwicandelo lezolonwabo kunzima ukuba bafumane imisebenzi. Uthi uyabavela abantu abatsha abafuna ukulandela ekhondweni lakhe, uyabacebisa ukuba bafunde kuqala ze into yokuba ngumdlali kwimidlalo kamabonakude bayenze nje ngento esecaleni. Njengoko kunzima kwelicandelo kuba ungahlala iminyaka eliqela ungasebenzi. Fumana Iindaba zolwimi lwesiXhosa kuMzansi Wethu Channel 163 rhoqo ngoLwesibini, ngoLwesine, ngoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesixhenxe ngokuhlwa #Iindabazethu