У нас вы можете посмотреть бесплатно Anointed Sound Bulelani kuYehova или скачать в максимальном доступном качестве, видео которое было загружено на ютуб. Для загрузки выберите вариант из формы ниже:
Если кнопки скачивания не
загрузились
НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием видео, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу
страницы.
Спасибо за использование сервиса ClipSaver.ru
Bulelani kuYehova, Kuba elungile; Kuba ububele baKhe Bubobaphakade. M' atsho amaSirayeli, Iindlu zawo zonke, Athi, ububele bakhe Bubobaphakade. Ndamemeza kuYehova, Ndandisengxingw eni; Wandinceda wandibeka Endawen' ebanzi. Ingecala lam inKosi, Andisokoyika; Ingasuka ithi ni na Le nto umntu kumi? Ingecala lam inKosi, Iya kundinceda; Indincede ngokumnandi Kwabandithiyayo . Ukuthemba uYehova, Nokuphepha ngaYe, Kuko okulungileyo; Kungathenjwa bantu. Ma ndisinde ngaWe nKosi Undisikelele! Ma ndiphumle ngaWe nKosi Undithamsanqele .