У нас вы можете посмотреть бесплатно Ringo Madlingozi - NOMSA (Lyrics) или скачать в максимальном доступном качестве, видео которое было загружено на ютуб. Для загрузки выберите вариант из формы ниже:
Если кнопки скачивания не
загрузились
НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием видео, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу
страницы.
Спасибо за использование сервиса ClipSaver.ru
🎼Ringo Madlingozi - NOMSA 🔔Turn on notifications to stay updated with new releases! 🎧Follow AfroVice on Spotify :https://open.spotify.com/playlist/7Gg... 👉Ringo Madlingozi: / madlingoziringo Lyrics: NOMSA Vuka sambe! Vuka sambe! Ilanga liphumile NOMSA Vuka sambe! Vuka sambe! Ilanga liphumile Andithand’ukubona udakumbile Kodwa andikwaz’ukwenza ngakumbi Bekumnandi silapha kodwa Ndiyaqonda uyavumelana nam Ukuba kufuneka sihambe Ndiyazi ukuba ndikude nawe Kodwa tsal’umnxeba ndizakuba nawe Xa undikhumbula NOMSA NOMSA NOMSA mmhh Vuka sambe (Vuka) Vuka sambe awubonina Ilanga liphumile NOMSA mmhh Vuka sambe (Vuka) Vuka sambe awubonina Ilanga liphumile Zikhona iimini ziyeza Apho sohlala phantsi Komthunzi welanga Mna nawe NOMSA Jonga kaloku Lixesha lokuhamba Nokuba kunjani na Kufuneka sihambe NOMSA Ndiyazi ukuba (Ndiyazi) Uhlala kude nam Bhala nje (Bhala nje incwadi) Incwadi ndizakuba nawe Maxesha onke NOMSA mmhh Vuka sambe (Vuka) Vuka sambe awubonina Ilanga liphumile NOMSA mmhh Vuka sambe (Vuka) Vuka sambe awubonina Ilanga liphumile NOMSA wee NOMSA Vuka ilanga liphumile NOMSA wee NOMSA Ndinawe mntanam Ndinawe mntanam