У нас вы можете посмотреть бесплатно Umle - Isithukuthezi Engqondweni или скачать в максимальном доступном качестве, видео которое было загружено на ютуб. Для загрузки выберите вариант из формы ниже:
Если кнопки скачивания не
загрузились
НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием видео, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу
страницы.
Спасибо за использование сервиса ClipSaver.ru
A live recording from the Grahamstown National Arts Festival, during the 2014 tour. The song depicts modern day relationship woes, which specifies what it means to like someone and they like you back, yet be in the confines of being in a relationship: Lyrics: Kudala ndiyambona uyazidla uSweetheart umana eqwalasela gqithi esimana sihleli kula "corner" Ndazipha ixesha mna ndakhe ndiyom'ringer u sweetheart uthi une outie qha emehlweli akhe inyani ndiyay'bona uyatshona, hayi uyatshona, kwaye uyay'bona Ndibulela kwe Nkosi Indiphe lemini Amazwi ancothuka kwelam ulwimi ukuba bebe-mbi ngendithethe "quick" uncumiso, bubuso, ayizo'Magic Ndibe ndimleqa ubalekele pha uzisa isithukuthezi udlala engqondweni yam Ndibe ndimleqa ubalekele pha wena uzisa isithukuthezi udlala engqondweni yam Kudala ndiyambona uyazidla uSweetheart umana eqwalasela gqithi esimana sihle kula "corner" Ndazipha ixesha mna ndakhe ndiyom'ringer u sweetheart uthi une outie qha emehweli akhe inyani ndiyay'bona uyatshona, hayi uyatshona, hayi uyatshona, kwaye uyay'bona Babe ungazazi, indlela omhle ngayo ndokucacisela ndizo kucacisela S'True...