У нас вы можете посмотреть бесплатно Igama loMoya oyiNgcwele | Ibandla likaThixo или скачать в максимальном доступном качестве, видео которое было загружено на ютуб. Для загрузки выберите вариант из формы ниже:
Если кнопки скачивания не
загрузились
НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием видео, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу
страницы.
Спасибо за использование сервиса ClipSaver.ru
UThixo uYise uYehova, uThixo uNyana uYesu, neGama loMoya oyiNgcwele nguKristu Ahnsahnghong UThixo wathi wayeya kuwasebenzisa la magama mathathu de kube sekupheleni kwehlabathi—igama loYise, loNyana, neloMoya Oyingcwele; kwisigaba sikaYise, yayinguYehova, kwaye ngexesha loNyana, yayinguYesu. UYesu usazise ukuba igama lakhe elitsha liya kuvela kwixesha elizayo, kwaye liya kunikwa kuphela abangcwele abaza kusindiswa. Igama elitsha likaYesu ligama likaThixo kwixesha likaMoya oyiNgcwele. KwiBandla likaThixo kuphela esinokuthi silazi igama elitsha likaYesu, oko kukuthi, igama loMoya oyiNgcwele, kwaye sibhaptizwe egameni loYise, loNyana, neloMoya oyiNgcwele ukuze sihambe indlela yosindiso. [Amalungelo alomboniso-bhanyabhanya ngawombutho Womsebenzi Welizwe Ibandla likaThixo. Ayivumelekanga iimigaqo enxamnye nosazazo.] 〖World Mission Society Church of God〗https://watv.org 〖WATV Media Cast〗 https://watvmedia.org/xh 〖Southafrica〗 http://southafricawmscog.org