У нас вы можете посмотреть бесплатно Pastor Nono Sermon Full💯 [MUST WATCH‼️‼️] или скачать в максимальном доступном качестве, видео которое было загружено на ютуб. Для загрузки выберите вариант из формы ниже:
Если кнопки скачивания не
загрузились
НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием видео, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу
страницы.
Спасибо за использование сервиса ClipSaver.ru
Isaya 9:6 Ngokuba sizalelwe umntwana, sinikwe uNyana; ukuthethela kusesixhantini sakhe; igama lakhe kuthiwa nguMmangaliso, ngumcebisi, nguThixo oligorha, nguSonini-nanini, nguMthetheli woxolo Amen bazalwane siyazi okokuba uYesu nguThixo owayihlubula ingubo yakhe yobukhosi ngokokwabase Filipi 2 wenziwa wanjengomntu, ezelwe yintombi uMariya mzalwana wam ayibalulekanga into yosuku lokuzalwa okubalulekileyo kukuzalwa kwakhe kodwa ke okukokona kubalulekileyo kukuzalwa komntu ngakutsha khonukuze umntu asindiswe ekubhubheni AMEN