У нас вы можете посмотреть бесплатно UThixo Uahnsahnghong Owakha Iziyon | Ibandla likaThixo или скачать в максимальном доступном качестве, видео которое было загружено на ютуб. Для загрузки выберите вариант из формы ниже:
Если кнопки скачивания не
загрузились
НАЖМИТЕ ЗДЕСЬ или обновите страницу
Если возникают проблемы со скачиванием видео, пожалуйста напишите в поддержку по адресу внизу
страницы.
Спасибо за использование сервиса ClipSaver.ru
Ukubaluleka KweZiyon Eyasekwa NguDavide Wakwamoya—UYesu Owaza OkokuQala Kunye NoKristu Oweza Okwesibini uAhnsahnghong Kanye njengokuba uThixo walungiselela umkhombe njengekhusi ngexesha likaNowa ngaphambi kokutshabalalisa ihlabathi ngamanzi, uThixo, oweza njengoDavide wakwamoya, waseka iZiyon yakwamoya apho igcinwa khona imithendeleko kaThixo waza wayalela uluntu ukuba lusabele eZiyon ngaphambi kokuba agwebe ihlabathi ngomlilo ngomhla wokugqibela. Iphi IZiyon, Ezaliswe Zizandi Zovuyo Nochulumanco Lithemba LeZulu? Emva kokunyukela kukaYesu ezulwini, umtyholi wazama ukuyitshabalalisa iZiyon ngokubhangisa imithendeleko kaThixo, kodwa njengoko kwakuprofetiwe, uKristu uAhnsahnghong wabuyisela imithendeleko esixhenxe kumaxesha amathathu nomhla weSabatha. Ngoko ke, iBandla likaThixo lisoloko lizele zizandi zovuyo nemincili ngethemba losindiso. Isaya 51:3 Ngokuba uYehova uyithuthuzele iZiyon, uwathuthuzele onke amanxuwa ayo, wayenza intlango yayo yanjenge-Eden, nenkqantosi yayo yanjengomyezo kaYehova; kufumaneka imihlali nemivuyo kuyo, imibulelo nezwi lohadi. [Amalungelo alomboniso-bhanyabhanya ngawombutho Womsebenzi Welizwe Ibandla likaThixo. Ayivumelekanga iimigaqo enxamnye nosazazo.] 〖World Mission Society Church of God〗https://watv.org 〖WATV Media Cast〗 https://watvmedia.org/xh 〖Southafrica〗 http://southafricawmscog.org